IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 15:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Noko ke, uSawule wathi kuSamuweli: “Kodwa ndilithobele+ ilizwi likaYehova ekubeni ndiyile kuthumo abendithumele kulo uYehova ndaza ndamzisa uAgagi+ ukumkani wakwa-Amaleki, kodwa uAmaleki ndamtshabalalisa.+

  • Estere 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Emva kwezi zinto uKumkani uAhaswerosi wamenza mkhulu uHaman+ unyana kaHamedata umAgagi+ waza wamphakamisa+ wambeka etroneni yakhe ngaphezu kwazo zonke ezinye iinkosana ezazikunye naye.+

  • Estere 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yaye amxhoma uHaman kwisibonda+ awayesilungiselele uMordekayi;+ waza wadamba umsindo kakumkani.

  • Estere 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuba uHaman+ unyana kaHamedata,+ umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba+ kuwo onke amaYuda, waceba nxamnye namaYuda ukuba awatshabalalise,+ wenza iPuri,+ oko kukuthi, iQashiso+ ukuze awadubadube aze awatshabalalise.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share