IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 94:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Inoyolo indoda eyomeleleyo oyilungisayo,+ wena Ya,

      Naleyo uyifundisa umthetho wakho,+

  • Isaya 12:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+

  • Isaya 26:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kholosani ngoYehova+ ngamaxesha onke, kuba likuYa uYehova iLiwa+ ukusa kwixesha elingenammiselo.

  • ISityhilelo 19:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Emva koko ndeva oko kwakungathi lilizwi elikhulu lesihlwele esikhulu ezulwini.+ Sathi: “Dumisani uYa!+ Usindiso+ nozuko namandla ngakaThixo wethu,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share