Genesis 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ikho na into emnqabeleyo uYehova?+ Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, kunyaka ozayo ngeli xesha, yaye uSara uya kuba nonyana.” Isaya 43:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Lonke ixesha eli ikwaNdim;+ yaye akukho bani uhlangulayo esandleni sam.+ Ndiya kusebenza,+ kwaye ngubani na onokukubuyisa oko?”+ Yeremiya 32:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Awu, Nkosi enguMongami Yehova!+ Yabona, wena wenze amazulu nomhlaba ngamandla akho amakhulu+ nangengalo yakho eyoluliweyo.+ Lo mbandela uphela awukunqabelanga wena,+ Marko 10:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ekhangele ngqo kubo uYesu wathi: “Kubantu akunakwenzeka, kodwa akunjalo kuThixo, kuba zonke izinto zinokwenzeka kuThixo.”+ Luka 18:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wathi: “Izinto ezingenakwenzeka kubantu zinokwenzeka kuThixo.”+
14 Ikho na into emnqabeleyo uYehova?+ Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, kunyaka ozayo ngeli xesha, yaye uSara uya kuba nonyana.”
13 Lonke ixesha eli ikwaNdim;+ yaye akukho bani uhlangulayo esandleni sam.+ Ndiya kusebenza,+ kwaye ngubani na onokukubuyisa oko?”+
17 “Awu, Nkosi enguMongami Yehova!+ Yabona, wena wenze amazulu nomhlaba ngamandla akho amakhulu+ nangengalo yakho eyoluliweyo.+ Lo mbandela uphela awukunqabelanga wena,+
27 Ekhangele ngqo kubo uYesu wathi: “Kubantu akunakwenzeka, kodwa akunjalo kuThixo, kuba zonke izinto zinokwenzeka kuThixo.”+