Yobhi 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ubeya kwandula akuxelele iimfihlelo zobulumko,Kuba izinto zobulumko bobuqili ziphindwe kaninzi.Kwakhona, ubuya kwazi ukuba uThixo uzivumela zilityalwe ezinye zeziphoso zakho.+ Yobhi 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Khangela! Akakholwa ngabangcwele bakhe,+Namazulu eneneni akacocekanga emehlweni akhe.+ Yobhi 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ngaba indoda eyomeleleyo inokuba luncedo kuThixo,+Ukuba nabani na onengqiqo ufanele abe luncedo kuye?
6 Ubeya kwandula akuxelele iimfihlelo zobulumko,Kuba izinto zobulumko bobuqili ziphindwe kaninzi.Kwakhona, ubuya kwazi ukuba uThixo uzivumela zilityalwe ezinye zeziphoso zakho.+
2 “Ngaba indoda eyomeleleyo inokuba luncedo kuThixo,+Ukuba nabani na onengqiqo ufanele abe luncedo kuye?