IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 25:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Khangela! Kukho kwanenyanga, yaye ayiqaqambanga;

      Yaye iinkwenkwezi azingqinekanga zihlambulukile emehlweni akhe.

  • Yobhi 42:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kwathi emva kokuba uYehova ewathethile la mazwi kuYobhi, uYehova wathi kuElifazi umTeman:

      “Umsindo wam uyavutha kuwe namaqabane akho amabini,+ kuba anithethanga inyaniso+ ngam njengomkhonzi wam uYobhi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share