IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 3:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Isiqalekiso sikaYehova sisendlwini yongendawo,+ kodwa indawo yokuhlala yabo bangamalungisa uyayisikelela.+

  • IMizekeliso 10:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Intsikelelo kaYehova—yiyo etyebisayo,+ yaye akongezi ntlungu kuyo.+

  • Hebhere 11:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngaphezu koko, ngaphandle kokholo+ akunakwenzeka ukumkholisa kakuhle,+ kuba lowo uzayo kuThixo umele akholwe ukuba ukho+ nokuba ungumvuzi+ wabo bamfuna ngenyameko.+

  • Yakobi 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Khangelani! Sibabhengeza njengabanoyolo abo baye banyamezela.+ Nivile ngonyamezelo lukaYobhi,+ nayibona nendlela uYehova awambuyekeza ngayo,+ ngokuba uYehova unomsa omkhulu nenceba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share