IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+

  • Yoshuwa 7:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 UYoshuwa, nawo onke amaSirayeli awayenawo, bathabatha uAkan+ unyana kaZera nesilivere nomnweba nesitena segolide+ noonyana bakhe neentombi zakhe nenkunzi yakhe yenkomo ne-esile lakhe nomhlambi wakhe nentente yakhe nayo yonke into eyayiyeyakhe baza bazinyusa bazisa entilini yeAkore.+

  • Estere 9:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kodwa xa uEstere wafikayo phambi kokumkani wathi ngoxwebhu olubhaliweyo:+ “Icebo lakhe elibi+ alicebileyo nxamnye namaYuda malibuyele phezu kwentloko yakhe”;+ yaye bamxhoma noonyana bakhe esibondeni.+

  • Zekariya 5:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ‘Ukhutshwe ndim,’ utsho uYehova wemikhosi, ‘yaye umele ungene endlwini yesela nasendlwini yalowo wenza isifungo esinzulu egameni lam exoka;+ kwaye umele uhlale phakathi endlwini yakhe uze uyitshabalalise yona namaplanga ayo namatye ayo.’”+

  • Roma 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+

  • Kolose 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Iza ngenxa yezo zinto ingqumbo kaThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share