Duteronomi 28:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye ziya kukufikela ezi ntsikelelo zonke, zikufumane,+ xa uthe waliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho: Yobhi 42:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke yena uYehova, wakusikelela+ ukuphela kukaYobhi emva koko ngaphezu kwesiqalo sakhe,+ kangangokuba waba neegusha ezilishumi elinesine lamawaka neenkamela ezingamawaka amathandathu nezipani zeenkomo eziliwaka neemazi zamaesile eziliwaka. INdumiso 37:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndakha ndangumfana, kungokunje ndimdala,+Kodwa andikaboni nabani na olilungisa eshiywe ngokupheleleyo,+Nenzala yakhe ifuna isonka.+
2 Yaye ziya kukufikela ezi ntsikelelo zonke, zikufumane,+ xa uthe waliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho:
12 Ke yena uYehova, wakusikelela+ ukuphela kukaYobhi emva koko ngaphezu kwesiqalo sakhe,+ kangangokuba waba neegusha ezilishumi elinesine lamawaka neenkamela ezingamawaka amathandathu nezipani zeenkomo eziliwaka neemazi zamaesile eziliwaka.
25 Ndakha ndangumfana, kungokunje ndimdala,+Kodwa andikaboni nabani na olilungisa eshiywe ngokupheleleyo,+Nenzala yakhe ifuna isonka.+