INdumiso 89:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Khumbula oko bukuko ubude bobomi bam.+Ubadalele ilize na bonke oonyana babantu?+ INtshumayeli 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndaza mna, ndaguqukela kuyo yonke imisebenzi yam eyenziwe zizandla zam nokusebenza kwam nzima endikusebenze nzima ukuze ndikufeze,+ yaye, khangela! yonk’ into yayingamampunge nokusukelana nomoya,+ yaye kwakungekho ngenelo phantsi kwelanga.+
11 Ndaza mna, ndaguqukela kuyo yonke imisebenzi yam eyenziwe zizandla zam nokusebenza kwam nzima endikusebenze nzima ukuze ndikufeze,+ yaye, khangela! yonk’ into yayingamampunge nokusukelana nomoya,+ yaye kwakungekho ngenelo phantsi kwelanga.+