INtshumayeli 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Iyintoni ingenelo umntu ayifumanayo kuko konke ukusebenza+ nzima akusebenzayo phantsi kwelanga?+ INtshumayeli 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndaza ndabuthiya ubomi,+ ngenxa yokuba umsebenzi owenziweyo phantsi kwelanga ube yintlekele ngokwembono yam,+ kuba yonk’ into ingamampunge nokusukelana nomoya.+ Mateyu 16:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba koba nayiphi na ingenelo ngomntu ukuzuza ihlabathi liphela kodwa aphulukane nomphefumlo wakhe?+ okanye anganikela ngantoni na umntu esikhundleni+ somphefumlo wakhe? 1 Timoti 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Asingenanga nanto ehlabathini, ngoko ke asinakuphuma nanto.+
17 Ndaza ndabuthiya ubomi,+ ngenxa yokuba umsebenzi owenziweyo phantsi kwelanga ube yintlekele ngokwembono yam,+ kuba yonk’ into ingamampunge nokusukelana nomoya.+
26 Kuba koba nayiphi na ingenelo ngomntu ukuzuza ihlabathi liphela kodwa aphulukane nomphefumlo wakhe?+ okanye anganikela ngantoni na umntu esikhundleni+ somphefumlo wakhe?