INdumiso 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba uyabona ukuba kwanosisilumko uyafa,+Kunye nosisiyatha nalowo ungaqiqiyo uyatshabalala,+Yaye bafanele babushiye kwabanye ubuncwane babo.+ INtshumayeli 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba asikhunjulwa ngakumbi isilumko kunesiyatha ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Kwimihla ezayo, ngokuqinisekileyo wonk’ ubani uyalityalwa; yaye siya kufa njani isilumko? Sifa kunye nesiyatha.+
10 Kuba uyabona ukuba kwanosisilumko uyafa,+Kunye nosisiyatha nalowo ungaqiqiyo uyatshabalala,+Yaye bafanele babushiye kwabanye ubuncwane babo.+
16 Kuba asikhunjulwa ngakumbi isilumko kunesiyatha ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Kwimihla ezayo, ngokuqinisekileyo wonk’ ubani uyalityalwa; yaye siya kufa njani isilumko? Sifa kunye nesiyatha.+