IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 27:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Emva koko uRebheka wahlala esithi kuIsake: “Ndiyabenyanya ubomi bam ngenxa yezi ntombi zakwaHeti.+ Ukuba kwiintombi zeli lizwe, uYakobi uthe wathabatha umfazi ezintombini zakwaHeti, njengazo ezi, bungaba salunga ngantoni na ubomi kum?”+

  • 1 Kumkani 19:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wahamba uhambo oluthabatha usuku waya entlango, ekuhambeni kwethuba wafika phantsi komthi othile womtshayelo.+ Yaye wacela ukuba umphefumlo wakhe ufe kwaye wathi: “Kwanele! Owu Yehova, wuthabathe umphefumlo wam,+ kuba andilunganga ngaphezu kookhokho bam.”

  • Yobhi 10:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Ngokuqinisekileyo umphefumlo wam uziva uzothekile bubomi bam.+

      Ndiza kukukhupha ukuxhalaba kwam ngesiqu sam.

      Ndiza kuthetha ngobukrakra bomphefumlo wam!

  • Yona 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ke kaloku, khawuncede, Yehova, uwuthabathe kum umphefumlo wam,+ kuba kulunge ngakumbi ukufa kum kunokuphila.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share