Duteronomi 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 uze ungawaphulaphuli amazwi aloo mprofeti okanye loo mphuphi wamaphupha,+ ngokuba sukuba enivavanya+ uYehova uThixo wenu ukuze azi ukuba niyamthanda na uYehova uThixo wenu ngentliziyo yenu yonke nangomphefumlo wenu wonke.+ Yobhi 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba uyazi kakuhle indlela endiyithabathayo.+Emva kokuba endivavanyile, ndiya kuphuma ndinjengegolide.+ INdumiso 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Mabuphele ububi babangendawo,+Uze ummisele lowo ulilungisa;+Yaye uThixo njengolilungisa+ uvavanya intliziyo+ nezintso.+
3 uze ungawaphulaphuli amazwi aloo mprofeti okanye loo mphuphi wamaphupha,+ ngokuba sukuba enivavanya+ uYehova uThixo wenu ukuze azi ukuba niyamthanda na uYehova uThixo wenu ngentliziyo yenu yonke nangomphefumlo wenu wonke.+
10 Kuba uyazi kakuhle indlela endiyithabathayo.+Emva kokuba endivavanyile, ndiya kuphuma ndinjengegolide.+
9 Mabuphele ububi babangendawo,+Uze ummisele lowo ulilungisa;+Yaye uThixo njengolilungisa+ uvavanya intliziyo+ nezintso.+