Genesis 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uya kudla isonka sokubila kobuso bakho ude ubuyele emhlabeni, kuba uthatyathwe kuwo.+ Ngokuba uluthuli, uya kubuyela kwaseluthulini.”+ INdumiso 104:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ukuba uyabufihla ubuso bakho, ziyaphazamiseka.+Ukuba uyawususa umoya wazo, ziyabhubha,+Zibuyele eluthulini lwazo.+ INtshumayeli 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko uthuli lubuyela emhlabeni+ njengoko lwalunjalo nomoya+ ubuyele kuTHIXO oyinyaniso+ owawunikayo.+ Daniyeli 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Abaninzi kwabo balele eluthulini lomhlaba baya kuvuka,+ abanye baya kuvukela kubomi obuhlala ngokungenammiselo+ baze abanye bavukele kubomi behlazo nobenyanyekayo bexesha elingenammiselo.+
19 Uya kudla isonka sokubila kobuso bakho ude ubuyele emhlabeni, kuba uthatyathwe kuwo.+ Ngokuba uluthuli, uya kubuyela kwaseluthulini.”+
29 Ukuba uyabufihla ubuso bakho, ziyaphazamiseka.+Ukuba uyawususa umoya wazo, ziyabhubha,+Zibuyele eluthulini lwazo.+
7 Ngoko uthuli lubuyela emhlabeni+ njengoko lwalunjalo nomoya+ ubuyele kuTHIXO oyinyaniso+ owawunikayo.+
2 Abaninzi kwabo balele eluthulini lomhlaba baya kuvuka,+ abanye baya kuvukela kubomi obuhlala ngokungenammiselo+ baze abanye bavukele kubomi behlazo nobenyanyekayo bexesha elingenammiselo.+