Levitikus 26:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiya kumisa uxolo kwelo lizwe,+ nilale kungabikho bani uningcangcazelisayo;+ ndiwaphelise amarhamncwa enzakalisayo ezweni elo,+ nekrele lingadluli ezweni lenu.+ INdumiso 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ke mna, ndiya kungqengqa ukuze ndilale;Ngokuqinisekileyo ndiya kuvuka, kuba uYehova uqhubeka endixhasa.+ IMizekeliso 3:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Xa sukuba ulala akuyi kunkwantya;+ yaye ngokuqinisekileyo uya kulala, ibe ubuthongo bakho buya kukuyolisa.+
6 Ndiya kumisa uxolo kwelo lizwe,+ nilale kungabikho bani uningcangcazelisayo;+ ndiwaphelise amarhamncwa enzakalisayo ezweni elo,+ nekrele lingadluli ezweni lenu.+
5 Ke mna, ndiya kungqengqa ukuze ndilale;Ngokuqinisekileyo ndiya kuvuka, kuba uYehova uqhubeka endixhasa.+
24 Xa sukuba ulala akuyi kunkwantya;+ yaye ngokuqinisekileyo uya kulala, ibe ubuthongo bakho buya kukuyolisa.+