INdumiso 147:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 INkosi yethu inkulu yaye inamandla amakhulu;+Ukuqonda kwayo akunakubaliswa.+ Isaya 40:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wabhungisana nabani na ukuze lowo abe nokumqondisa,+ okanye ngubani na omfundisa umendo wokusesikweni, okanye omfundisa ukwazi, okanye amazise indlela yokuqonda kokwenene?+ Yeremiya 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yena nguMenzi womhlaba ngamandla akhe,+ Lowo umisela ngokuqinileyo ilizwe elinemveliso ngobulumko,+ naLowo wolula amazulu ngokuqonda kwakhe.+ Roma 11:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Kuba “ngubani na ofikelele ekuyazini ingqondo kaYehova,+ okanye ngubani na oye waba ngumcebisi wakhe?”+
14 Wabhungisana nabani na ukuze lowo abe nokumqondisa,+ okanye ngubani na omfundisa umendo wokusesikweni, okanye omfundisa ukwazi, okanye amazise indlela yokuqonda kokwenene?+
12 Yena nguMenzi womhlaba ngamandla akhe,+ Lowo umisela ngokuqinileyo ilizwe elinemveliso ngobulumko,+ naLowo wolula amazulu ngokuqonda kwakhe.+
34 Kuba “ngubani na ofikelele ekuyazini ingqondo kaYehova,+ okanye ngubani na oye waba ngumcebisi wakhe?”+