INdumiso 24:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba yena uwumisele ngokuqinileyo phezu kweelwandle,+Naphezu kwemilambo uwuzinzisa ngokuqinileyo.+ INdumiso 93:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 93 UYehova uthe waba ngukumkani!+Wambethe ubuhandiba;+UYehova wambethe—uzibhinqise ngamandla.+Nelizwe elinemveliso limiselwe ngokuqinileyo khon’ ukuze lingabi nakushukunyiswa.+ IMizekeliso 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UYehova wawuseka umhlaba ngobulumko.+ Wawazinzisa ngokuqinileyo amazulu ngokuqonda.+ Isaya 45:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke uYehova, uMdali wamazulu,+ uTHIXO oyinyaniso,+ uMyili womhlaba noMenzi wawo,+ owuzinzise ngokuqinileyo,+ nongawudalelanga ilize, kodwa owawubumba ukuba umiwe,+ utsho ukuthi: “NdinguYehova, akakho omnye.+
93 UYehova uthe waba ngukumkani!+Wambethe ubuhandiba;+UYehova wambethe—uzibhinqise ngamandla.+Nelizwe elinemveliso limiselwe ngokuqinileyo khon’ ukuze lingabi nakushukunyiswa.+
18 Ke uYehova, uMdali wamazulu,+ uTHIXO oyinyaniso,+ uMyili womhlaba noMenzi wawo,+ owuzinzise ngokuqinileyo,+ nongawudalelanga ilize, kodwa owawubumba ukuba umiwe,+ utsho ukuthi: “NdinguYehova, akakho omnye.+