Yobhi 6:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba ngoku aniyonto;+Nibona into enkwantyisayo, noyike.+ Yobhi 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Zininzi izinto endizivileyo ezinjengezi.Nonke ningabathuthuzeli abanenkathazo!+ Yeremiya 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye bazama ukukuphilisa ngokulula ukuwa kwabantu bam,+ besithi, ‘Luxolo! Luxolo!’ kungekho luxolo.+ Hezekile 34:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ezigulayo anizomelezanga,+ nenesifo aniyiphilisanga, neyaphukileyo aniyibophanga, nebhadulayo aniyibuyisanga, nelahlekileyo aniyifunanga ukuze niyifumane,+ kodwa niye nanobukhosi phezu kwazo ngobungqwabalala, kwanangobuzwilakhe.+
14 Kwaye bazama ukukuphilisa ngokulula ukuwa kwabantu bam,+ besithi, ‘Luxolo! Luxolo!’ kungekho luxolo.+
4 Ezigulayo anizomelezanga,+ nenesifo aniyiphilisanga, neyaphukileyo aniyibophanga, nebhadulayo aniyibuyisanga, nelahlekileyo aniyifunanga ukuze niyifumane,+ kodwa niye nanobukhosi phezu kwazo ngobungqwabalala, kwanangobuzwilakhe.+