IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 14:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ndathi ke mna: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Yabona, abaprofeti bathi kubo, ‘Aniyi kubona krele, yaye akuyi kubakho ndlala kuni, kodwa ndiya kuninika uxolo lokwenyaniso kule ndawo.’”+

  • Yeremiya 23:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+

  • Hezekile 13:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 ngenxa yokuba, ewe, ngenxa yokuba babalahlekisile abantu bam, besithi, “Kukho uxolo!” ekubeni kungekho luxolo,+ yaye kukho owakha udonga lokwahlula, kodwa kukho abo balutyabeka ngelize+ ngokuluqaba mhlophe.’+

  • 1 Tesalonika 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Xa besithi:+ “Luxolo+ nonqabiseko!” iya kwandula ke intshabalalo+ yequbuliso ibafikele ngephanyazo kanye njengenimba kumfazi omithiyo;+ yaye abasayi kuze basinde.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share