Yobhi 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngaphambi kokuba ndimke—yaye andiyi kubuya+—Ndiye elizweni lobumnyama nethunzi elimnyama,+ Isaya 47:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Hlala phantsi uthe cwaka+ uze ungene ebumnyameni,+ ntombi yamaKhaledi;+ kuba akuyi kuba namava kwakhona okuba abantu bakubize ngokuba uyiNkosikazi+ Yezikumkani.+
21 Ngaphambi kokuba ndimke—yaye andiyi kubuya+—Ndiye elizweni lobumnyama nethunzi elimnyama,+ Isaya 47:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Hlala phantsi uthe cwaka+ uze ungene ebumnyameni,+ ntombi yamaKhaledi;+ kuba akuyi kuba namava kwakhona okuba abantu bakubize ngokuba uyiNkosikazi+ Yezikumkani.+
5 Hlala phantsi uthe cwaka+ uze ungene ebumnyameni,+ ntombi yamaKhaledi;+ kuba akuyi kuba namava kwakhona okuba abantu bakubize ngokuba uyiNkosikazi+ Yezikumkani.+