Yobhi 21:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Sicinywa kangaphi na isibane sabangendawo,+Yaye intlekele yabo ibafikela izihlandlo ezingaphi na? Ubahlulela kangaphi na intshabalalo emsindweni wakhe?+ INdumiso 73:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba, khangela! abo badedela kude nawe baya kutshabalala.+Ngokuqinisekileyo uya kuthulisa bonke abo bakushiya ngokuziphatha okubi.+ IMizekeliso 13:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukukhanya kwamalungisa kuya kuba nemihlali;+ kodwa isibane sabangendawo—siya kucinywa.+ IMizekeliso 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke oqalekisa uyise nonina,+ isibane sakhe siya kucinywa ekusondeleni kobumnyama.+ Mateyu 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kodwa bona oonyana bobukumkani+ baya kuphoselwa phandle ebumnyameni. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo abo.”+ Yuda 13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 bangamaza alwayo olwandle alephuza amagwebu angoonobangela behlazo labo;+ baziinkwenkwezi ezibhadulayo, yaye bagcinelwe isithokothoko sobumnyama esingunaphakade.+
17 Sicinywa kangaphi na isibane sabangendawo,+Yaye intlekele yabo ibafikela izihlandlo ezingaphi na? Ubahlulela kangaphi na intshabalalo emsindweni wakhe?+
27 Kuba, khangela! abo badedela kude nawe baya kutshabalala.+Ngokuqinisekileyo uya kuthulisa bonke abo bakushiya ngokuziphatha okubi.+
12 kodwa bona oonyana bobukumkani+ baya kuphoselwa phandle ebumnyameni. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo abo.”+
13 bangamaza alwayo olwandle alephuza amagwebu angoonobangela behlazo labo;+ baziinkwenkwezi ezibhadulayo, yaye bagcinelwe isithokothoko sobumnyama esingunaphakade.+