Eksodus 15:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngobukhulu bokongama kwakho uyabadiliza abakuvukelayo;+Ukhupha ukuvutha komsindo wakho, kubadle kubagqibe njengeendiza.+ INdumiso 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Abanjalo ke bona abangendawo,Kunoko banjengomququ ophetshethwa ngumoya.+ INdumiso 35:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngamana banganjengomququ ngaphambi komoya,+Ize ingelosi kaYehova ibatyhale.+ Isaya 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Amaqela eentlanga+ aya kwenza ingxolo kanye njengengxolo yamanzi amaninzi. Ngokuqinisekileyo uya kumkhalimela,+ yaye imele isabele kude ize isukelwe njengomququ weentaba phambi komoya nanjengesivuthevuthe sameva phambi kwesaqhwithi somoya.+ Hoseya 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko ke uya kuba njengamafu akusasa+ nanjengombethe omka ekuseni; njengomququ ophetshethwa sisaqhwithi kwisanda+ nanjengomsi ophuma kumngxuma wophahla. Mateyu 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umhlakulo wakhe wokwela usesandleni sakhe, yaye uya kusicoca ngokupheleleyo isanda sakhe, ayihlanganisele kuvimba+ ingqolowa yakhe, kodwa wona umququ uya kuwutshisa+ ngomlilo ongacimekiyo.”
7 Ngobukhulu bokongama kwakho uyabadiliza abakuvukelayo;+Ukhupha ukuvutha komsindo wakho, kubadle kubagqibe njengeendiza.+
13 Amaqela eentlanga+ aya kwenza ingxolo kanye njengengxolo yamanzi amaninzi. Ngokuqinisekileyo uya kumkhalimela,+ yaye imele isabele kude ize isukelwe njengomququ weentaba phambi komoya nanjengesivuthevuthe sameva phambi kwesaqhwithi somoya.+
3 Ngoko ke uya kuba njengamafu akusasa+ nanjengombethe omka ekuseni; njengomququ ophetshethwa sisaqhwithi kwisanda+ nanjengomsi ophuma kumngxuma wophahla.
12 Umhlakulo wakhe wokwela usesandleni sakhe, yaye uya kusicoca ngokupheleleyo isanda sakhe, ayihlanganisele kuvimba+ ingqolowa yakhe, kodwa wona umququ uya kuwutshisa+ ngomlilo ongacimekiyo.”