Yobhi 21:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngaba banjengeendiza ngaphambi komoya,+Nanjengomququ obhudlwa luqhwithela? INdumiso 35:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngamana banganjengomququ ngaphambi komoya,+Ize ingelosi kaYehova ibatyhale.+ Isaya 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Amaqela eentlanga+ aya kwenza ingxolo kanye njengengxolo yamanzi amaninzi. Ngokuqinisekileyo uya kumkhalimela,+ yaye imele isabele kude ize isukelwe njengomququ weentaba phambi komoya nanjengesivuthevuthe sameva phambi kwesaqhwithi somoya.+ Mateyu 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umhlakulo wakhe wokwela usesandleni sakhe, yaye uya kusicoca ngokupheleleyo isanda sakhe, ayihlanganisele kuvimba+ ingqolowa yakhe, kodwa wona umququ uya kuwutshisa+ ngomlilo ongacimekiyo.”
13 Amaqela eentlanga+ aya kwenza ingxolo kanye njengengxolo yamanzi amaninzi. Ngokuqinisekileyo uya kumkhalimela,+ yaye imele isabele kude ize isukelwe njengomququ weentaba phambi komoya nanjengesivuthevuthe sameva phambi kwesaqhwithi somoya.+
12 Umhlakulo wakhe wokwela usesandleni sakhe, yaye uya kusicoca ngokupheleleyo isanda sakhe, ayihlanganisele kuvimba+ ingqolowa yakhe, kodwa wona umququ uya kuwutshisa+ ngomlilo ongacimekiyo.”