IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yigcineni ke nize niyenze, kuba oku kububulumko+ kuni nokuqonda+ kuni phambi kwamehlo ezizwana eziya kuva ngayo yonke le mimiselo, zize ngokuqinisekileyo zithi, ‘Olu hlanga lukhulu ngokungathandabuzekiyo lungabantu abanobulumko nokuqonda.’+

  • INdumiso 111:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ukoyika uYehova kukuqala kobulumko.+

      ש [Sin]

      Bonke abo bayenzayo banengqiqo elungileyo.+

      ת [Taw]

      Indumiso yakhe imi ngonaphakade.+

  • IMizekeliso 9:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ukoyika uYehova kukuqala kobulumko,+ nokwaziwa kwaLowo Ungoyena Ungcwele kukuqonda.+

  • INtshumayeli 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.

  • Roma 1:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kuba iimpawu zakhe ezingabonakaliyo+ zibonwa ngokucacileyo ukususela ekudalweni kwehlabathi kuse phambili,+ ngenxa yokuba ziqondeka ngezinto ezenziweyo,+ kwanamandla angunaphakade+ nobuThixo bakhe,+ khon’ ukuze bangabi nakungxengxezeleka;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share