IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 19:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Yaye mna ndiyazi kakuhle ukuba umkhululi wam+ uyaphila,

      Yaye nokuba, emva kwam, uya kuphakama+ phezu kothuli.

  • INdumiso 49:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Akukho namnye kubo onokumkhulula nangayiphi na indlela umzalwana wakhe,+

      Okanye anike uThixo intlawulelo ngaye;

  • Mateyu 20:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share