Duteronomi 34:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UMoses wayenekhulu elinamashumi amabini eminyaka ubudala ekufeni kwakhe.+ Lalingenalurhatyazo iliso lakhe,+ yaye engekaphelelwa ngamandla.+ Yobhi 42:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Emva koku uYobhi waqhubeka ephila iminyaka elikhulu elinamashumi amane+ waza wabona oonyana bakhe nabazukulwana bakhe+—izizukulwana ezine. INdumiso 103:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Owanelisa ixesha lakho lokudla ubomi ngokulungileyo;+Ubutsha bakho bumana buzihlaziya kanye njengobo bokhozi.+
7 UMoses wayenekhulu elinamashumi amabini eminyaka ubudala ekufeni kwakhe.+ Lalingenalurhatyazo iliso lakhe,+ yaye engekaphelelwa ngamandla.+
16 Emva koku uYobhi waqhubeka ephila iminyaka elikhulu elinamashumi amane+ waza wabona oonyana bakhe nabazukulwana bakhe+—izizukulwana ezine.
5 Owanelisa ixesha lakho lokudla ubomi ngokulungileyo;+Ubutsha bakho bumana buzihlaziya kanye njengobo bokhozi.+