2 Samuweli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku uDavide wathi+ kuNatan: “Ndonile kuYehova.”+ Wathi ke uNatan kuDavide: “NoYehova uyasidlulisa isono sakho.+ Akuyi kufa.+ INdumiso 32:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ekugqibeleni isono sam ndisivumile kuwe, nesiphoso sam andisigubungelanga.+Ndithe: “Ndiya kukuvuma ukunxaxha kwam kuYehova.”+Waza wena wasixolela isiphoso sezono zam.+ Seʹlah. IMizekeliso 28:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+ Luka 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko unyana wathi kuye, ‘Bawo, ndonile kulo izulu nakuwe.+ Andisafanele kubizwa ngokuba ndingunyana wakho. Ndenze ndibe njengomnye wabaqeshwa bakho.’+ 1 Yohane 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukuba siyazivuma izono zethu,+ uthembekile yaye ulilungisa ukuba asixolele izono zethu aze asihlambulule kuyo yonke intswela-bulungisa.+
13 Ke kaloku uDavide wathi+ kuNatan: “Ndonile kuYehova.”+ Wathi ke uNatan kuDavide: “NoYehova uyasidlulisa isono sakho.+ Akuyi kufa.+
5 Ekugqibeleni isono sam ndisivumile kuwe, nesiphoso sam andisigubungelanga.+Ndithe: “Ndiya kukuvuma ukunxaxha kwam kuYehova.”+Waza wena wasixolela isiphoso sezono zam.+ Seʹlah.
13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+
21 Ngoko unyana wathi kuye, ‘Bawo, ndonile kulo izulu nakuwe.+ Andisafanele kubizwa ngokuba ndingunyana wakho. Ndenze ndibe njengomnye wabaqeshwa bakho.’+
9 Ukuba siyazivuma izono zethu,+ uthembekile yaye ulilungisa ukuba asixolele izono zethu aze asihlambulule kuyo yonke intswela-bulungisa.+