INdumiso 19:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Amazwi omlomo wam nokucamngca kwentliziyo yam+Makukukholise, Yehova Liwa lam+ noMkhululi wam.+ Isaya 38:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Khangela! Uxolo lwam lwalububukrakra,+ ewe, ubukrakra;Yaye wena uye wanamathela emphefumlweni wam waza wawugcina emhadini wokudilika.+Kuba uziphose emva kwakho zonke izono zam.+
17 Khangela! Uxolo lwam lwalububukrakra,+ ewe, ubukrakra;Yaye wena uye wanamathela emphefumlweni wam waza wawugcina emhadini wokudilika.+Kuba uziphose emva kwakho zonke izono zam.+