INdumiso 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ndiqhubeka ndibiza wena, Yehova.+Owu Liwa lam, musa ukuba sisithulu kum,+Ukuze ungathi cwaka kum+Ukuze kungafuneki ndifane nabo bahlela emhadini.+ INdumiso 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Owu Yehova, uwukhuphile eShiyol umphefumlo wam;+Undigcine ndiphila, ukuze ndingehli ndiye emhadini.+ INdumiso 86:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba bukhulu ububele bakho bothando kum,+Yaye uwuhlangule umphefumlo wam eShiyol, emazantsi ayo.+ INdumiso 88:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndikhululekile phakathi kwabafileyo,+Njengababuleweyo abalele kwindawo yokungcwaba,+OngasabakhumbuliyoNabahluliweyo kwisandla sakho esiluncedo.+ Yona 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndehla ndaya emazantsi eentaba.Ke wona umhlaba, imivalo yawo yayiphezu kwam ukusa kwixesha elingenammiselo.Kodwa wabunyusa ubomi bam emhadini, Yehova Thixo wam.+
28 Ndiqhubeka ndibiza wena, Yehova.+Owu Liwa lam, musa ukuba sisithulu kum,+Ukuze ungathi cwaka kum+Ukuze kungafuneki ndifane nabo bahlela emhadini.+
3 Owu Yehova, uwukhuphile eShiyol umphefumlo wam;+Undigcine ndiphila, ukuze ndingehli ndiye emhadini.+
5 Ndikhululekile phakathi kwabafileyo,+Njengababuleweyo abalele kwindawo yokungcwaba,+OngasabakhumbuliyoNabahluliweyo kwisandla sakho esiluncedo.+
6 Ndehla ndaya emazantsi eentaba.Ke wona umhlaba, imivalo yawo yayiphezu kwam ukusa kwixesha elingenammiselo.Kodwa wabunyusa ubomi bam emhadini, Yehova Thixo wam.+