INdumiso 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 UYehova kukukhanya kwam+ nosindiso lwam.+Ndiya koyika bani na?+UYehova ligwiba lobomi bam.+Ndiya kunkwantyiswa ngubani na?+ INdumiso 62:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Eneneni uliliwa lam nosindiso lwam, indawo yam ephakamileyo enqabisekileyo;+Andiyi kushukunyiswa kakhulu.+ Isaya 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+
27 UYehova kukukhanya kwam+ nosindiso lwam.+Ndiya koyika bani na?+UYehova ligwiba lobomi bam.+Ndiya kunkwantyiswa ngubani na?+
2 Eneneni uliliwa lam nosindiso lwam, indawo yam ephakamileyo enqabisekileyo;+Andiyi kushukunyiswa kakhulu.+
2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+