INdumiso 37:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Nangona isenokuwa, ayiyi kuphoswa phantsi,+Kuba uYehova uyasixhasa isandla sayo.+ Mika 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musa ukuba nemihlali ngam, mfazindini olutshaba lwam.+ Nangona ndiwile, ngokuqinisekileyo ndiya kuvuka;+ nangona ndihlala ebumnyameni,+ uYehova uya kuba kukukhanya kwam.+ 2 Korinte 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 siyatshutshiswa, kodwa asishiywa enyanyeni;+ siphoswa phantsi,+ kodwa asitshatyalaliswa.+
8 Musa ukuba nemihlali ngam, mfazindini olutshaba lwam.+ Nangona ndiwile, ngokuqinisekileyo ndiya kuvuka;+ nangona ndihlala ebumnyameni,+ uYehova uya kuba kukukhanya kwam.+