INtshumayeli 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba asikhunjulwa ngakumbi isilumko kunesiyatha ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Kwimihla ezayo, ngokuqinisekileyo wonk’ ubani uyalityalwa; yaye siya kufa njani isilumko? Sifa kunye nesiyatha.+ Roma 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—.
16 Kuba asikhunjulwa ngakumbi isilumko kunesiyatha ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Kwimihla ezayo, ngokuqinisekileyo wonk’ ubani uyalityalwa; yaye siya kufa njani isilumko? Sifa kunye nesiyatha.+
12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—.