IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:58
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 58 “Ukuba uthe akwakunyamekela ukuwenza onke amazwi alo mthetho abhaliweyo kule ncwadi+ ukuba uloyike igama elizukileyo+ neloyikekayo,+ likaYehova+ uThixo wakho,

  • INdumiso 148:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Mabalidumise igama likaYehova,+

      Kuba ligama lakhe lodwa eliphakame ngokungenakufikeleleka.+

      Isidima sakhe siphezu komhlaba nezulu.+

  • Mateyu 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Ngoko ke, nina nize nithandaze ngale ndlela:+

      “‘Bawo wethu osemazulwini, malingcwaliswe+ igama lakho.+

  • Yohane 17:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ndilazisile igama lakho+ kubo yaye ndiza kulazisa, ukuze uthando owandithanda ngalo lube kubo ndize nam ndimanyane nabo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share