Duteronomi 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba uYehova uThixo wenu nguTHIXO woothixo+ neNKOSI yeenkosi,+ nguTHIXO omkhulu, onamandla nowoyikekayo,+ ongakhethi buso+ nongamkeli sinyobo,+ Nehemiya 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaye ndahlabela mgama ndathi: “Awu, Yehova THIXO wamazulu, THIXO omkhulu nowoyikekayo,+ ogcina umnqophiso+ nobubele bothando kwabo bamthandayo+ nabagcina imiyalelo yakhe,+ INdumiso 99:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Mazibonge igama lakho.+Likhulu yaye liyoyikeka, lingcwele.+ Isaya 29:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kuba xa ebona abantwana bakhe, umsebenzi wezandla zam, phakathi kwakhe,+ baya kulingcwalisa igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumngcwalisa Lowo Ungcwele kaYakobi,+ bamgqale ngoloyiko uTHIXO kaSirayeli.+
17 Kuba uYehova uThixo wenu nguTHIXO woothixo+ neNKOSI yeenkosi,+ nguTHIXO omkhulu, onamandla nowoyikekayo,+ ongakhethi buso+ nongamkeli sinyobo,+
5 Kwaye ndahlabela mgama ndathi: “Awu, Yehova THIXO wamazulu, THIXO omkhulu nowoyikekayo,+ ogcina umnqophiso+ nobubele bothando kwabo bamthandayo+ nabagcina imiyalelo yakhe,+
23 kuba xa ebona abantwana bakhe, umsebenzi wezandla zam, phakathi kwakhe,+ baya kulingcwalisa igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumngcwalisa Lowo Ungcwele kaYakobi,+ bamgqale ngoloyiko uTHIXO kaSirayeli.+