IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 8:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Uyintoni na umntu ofayo+ le nto umkhumbulayo,+

      Nonyana womntu wasemhlabeni le nto umnyamekelayo?+

  • INdumiso 11:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 UYehova usetempileni yakhe engcwele.+

      UYehova—isemazulwini itrone yakhe.+

      Amehlo akhe ayabona, amehlo akhe aqaqambileyo ahlolisisa+ oonyana babantu.

  • INdumiso 33:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ekwindawo emiselweyo ahlala kuyo+

      Ubondele bonke abo bahlala emhlabeni.

  • INdumiso 102:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kuba ukhangele phantsi esendaweni yakhe ephakamileyo engcwele,+

      Esemazulwini kanye uYehova ukhangele emhlabeni,+

  • Yeremiya 16:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba amehlo am akuzo zonke iindlela zabo. Bebengasithelanga phambi kwam, nesiphoso sabo besingafihlekanga phambi kwamehlo am.+

  • Yeremiya 23:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 “Okanye ingafihlwa na nayiphi indoda kwiindawo ezifihlakeleyo ndize mna ndingayiboni?”+ utsho uYehova.

      “Andizalise amazulu nomhlaba na okunene mna?”+ utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share