IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 34:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba amehlo akhe asezindleleni zomntu,+

      Yaye onke amanyathelo akhe uyawabona.

  • INdumiso 90:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Ubeke iziphoso zethu kanye phambi kwethu,+

      Izinto zethu ezifihlakeleyo phambi kobuso bethu obuqaqambileyo.+

  • IMizekeliso 5:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba iindlela zomntu ziphambi kwamehlo kaYehova,+ yaye uyayondela yonke imikhondo yakhe.+

  • IMizekeliso 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Amehlo kaYehova akuzo zonke iindawo,+ ahlala ekhangele ababi nabalungileyo.+

  • Yeremiya 32:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+

  • Hebhere 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share