INdumiso 129:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Abalimi balime emhlana kum;+Bayandisile imijelo yabo.” Isaya 51:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yaye ndiza kuyibeka esandleni sabo bakucaphukisayo,+ abo bathe emphefumlweni wakho, ‘Qubuda ukuze siwele,’ waza wena wawenza umhlana wakho waba njengomhlaba, nanjengestrato sabo bawelayo.”+
23 Yaye ndiza kuyibeka esandleni sabo bakucaphukisayo,+ abo bathe emphefumlweni wakho, ‘Qubuda ukuze siwele,’ waza wena wawenza umhlana wakho waba njengomhlaba, nanjengestrato sabo bawelayo.”+