-
Yoshuwa 10:24INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
24 Yaye kwathi kamsinya bakuba bebazisile aba kumkani kuYoshuwa, uYoshuwa wabiza onke amadoda akwaSirayeli waza wathi kubaphathi bamadoda emfazwe awayehambe naye: “Yizani ngaphambili. Bekani iinyawo zenu ezixhantini zaba kumkani.”+ Ngoko beza ngaphambili baza bazibeka iinyawo zabo ezixhantini zabo.+
-