3 Kukho intetho ethi: “Ukuba indoda ingamndulula umfazi wayo aze yena okunene emke kuyo abe ngowenye indoda, ifanele ibuyele kuye na kwakhona?”+
Alingcoliswanga na ngokuqinisekileyo elo lizwe?+
“Wena ke uye waba ngunongogo unamaqabane amaninzi;+ unokubuyela na ke kum?”+ utsho uYehova.