Duteronomi 28:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Uya kukhwankqisa,+ ube ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke aya kukuqhubela kuzo uYehova. Nehemiya 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwaye ndahlabela mgama ndathi: “Le nto niyenzayo ayilunganga.+ Anifanelanga kuhamba ngokoyika+ uThixo wethu+ na ngenxa yongcikivo+ lweentlanga, eziziintshaba zethu?+
37 Uya kukhwankqisa,+ ube ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke aya kukuqhubela kuzo uYehova.
9 Kwaye ndahlabela mgama ndathi: “Le nto niyenzayo ayilunganga.+ Anifanelanga kuhamba ngokoyika+ uThixo wethu+ na ngenxa yongcikivo+ lweentlanga, eziziintshaba zethu?+