1 Samuweli 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Hayi,+ bonyana bam, ngenxa yokuba ayilunganga le ngxelo ndiyivayo, abantu bakaYehova abayisasazayo.+ Isaya 58:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+
24 Hayi,+ bonyana bam, ngenxa yokuba ayilunganga le ngxelo ndiyivayo, abantu bakaYehova abayisasazayo.+
7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+