IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+

      Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+

      NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+

      Lilungisa yaye uthe tye yena.+

  • Roma 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuthiwani ke? Ukuba bambi ababonakalisanga lukholo,+ ngaba ukuswela kwabo ukholo kuya kukuphuthisa na ukuthembeka+ kukaThixo?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share