IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 77:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Akubonile amanzi, Thixo,

      Akubonile amanzi; aba sentlungwini eqatha.+

      Kwakhona, amanzi anzongonzongo aqalisa ukuphazamiseka.+

  • INdumiso 104:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Ukhangela umhlaba, uze wona ungcangcazele;+

      Uchukumisa iintaba, zize zona ziqhume.+

  • INdumiso 114:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ngenxa yeNkosi yiba sezintlungwini eziqatha, wena mhlaba,+

      Ngenxa kaTHIXO kaYakobi,

  • Yeremiya 51:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Mawunyikime umhlaba uze ube sentlungwini eqatha,+ kuba kusuke iingcamango zikaYehova nxamnye neBhabhiloni ukuba alenze ilizwe laseBhabhiloni libe yinto ekhwankqisayo, lingenammi.+

  • Habhakuki 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Iintaba zakubona; zaba sezintlungwini eziqatha.+ Kwadlula isiphango samanzi esineendudumo.+ Amanzi anzongonzongo avakalisa isandi sawo. Aziphakamisela phezulu izandla zawo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share