Isaya 13:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwaye iBhabhiloni, umhombiso wezikumkani,+ ubuhle beqhayiya lamaKhaledi,+ imele ibe njengaxa uThixo wabhukuqa iSodom neGomora.+ Yeremiya 50:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngenxa yokucaphuka kukaYehova ayiyi kumiwa,+ imele ibe yinkangala ephanzileyo ngokupheleleyo.+ Yena ke nabani na odlula ngaseBhabhiloni, uya kujonga ekhwankqisiwe aze abethe umlozi ngenxa yazo zonke izibetho zayo.+ Yeremiya 50:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngoko ke abemi bemimandla engumqwebedu baya kuhlala nezilwanyana ezenza umkhulungwane, yaye iinciniba zimele zihlale kuyo;+ akusayi kuze kuphinde kuhlalwe kuyo, nayo ingasayi kuhlala kwizizukulwana ngezizukulwana.”+ Yeremiya 50:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 “Kanye njengoko uThixo wabhukuqa iSodom neGomora+ needolophu ezimelene nayo,”+ utsho uYehova, “akukho mntu uya kuhlala apho, kungekho nanyana wamntu uya kuhlala kuyo njengomphambukeli.+
19 Kwaye iBhabhiloni, umhombiso wezikumkani,+ ubuhle beqhayiya lamaKhaledi,+ imele ibe njengaxa uThixo wabhukuqa iSodom neGomora.+
13 Ngenxa yokucaphuka kukaYehova ayiyi kumiwa,+ imele ibe yinkangala ephanzileyo ngokupheleleyo.+ Yena ke nabani na odlula ngaseBhabhiloni, uya kujonga ekhwankqisiwe aze abethe umlozi ngenxa yazo zonke izibetho zayo.+
39 Ngoko ke abemi bemimandla engumqwebedu baya kuhlala nezilwanyana ezenza umkhulungwane, yaye iinciniba zimele zihlale kuyo;+ akusayi kuze kuphinde kuhlalwe kuyo, nayo ingasayi kuhlala kwizizukulwana ngezizukulwana.”+
40 “Kanye njengoko uThixo wabhukuqa iSodom neGomora+ needolophu ezimelene nayo,”+ utsho uYehova, “akukho mntu uya kuhlala apho, kungekho nanyana wamntu uya kuhlala kuyo njengomphambukeli.+