Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Duteronomi 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwaye wazi kakuhle ukuba uYehova uThixo wakho nguTHIXO oyinyaniso,+ uTHIXO othembekileyo,+ obagcinela umnqophiso+ nobubele bothando abamthandayo nabayigcinayo imiyalelo yakhe kude kuse ezizukulwaneni eziliwaka,+ INdumiso 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Zonke iindlela zikaYehova zibububele bothando nenyanisoNgenxa yabo bagcina umnqophiso wakhe+ nezikhumbuzo zakhe.+
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
9 Kwaye wazi kakuhle ukuba uYehova uThixo wakho nguTHIXO oyinyaniso,+ uTHIXO othembekileyo,+ obagcinela umnqophiso+ nobubele bothando abamthandayo nabayigcinayo imiyalelo yakhe kude kuse ezizukulwaneni eziliwaka,+
10 Zonke iindlela zikaYehova zibububele bothando nenyanisoNgenxa yabo bagcina umnqophiso wakhe+ nezikhumbuzo zakhe.+