Eksodus 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UYehova wahamba phambi kwabo emini ngomqulu welifu ukuba abakhokele endleleni,+ nangomqulu womlilo ebusuku ukuba abakhanyisele ukuze bahambe emini nasebusuku.+ Numeri 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngomhla wokumiswa komnquba+ ilifu lawugubungela umnquba wentente yeSingqino,+ ngokuhlwa lalisiba njengembonakalo yomlilo+ phezu komnquba kude kuse. Nehemiya 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye emini+ wabakhokela ngomqulu welifu, nangomqulu womlilo ebusuku,+ ukuba ibakhanyisele+ indlela abafanele bahambe ngayo. INdumiso 78:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waqhubeka ebakhokela ngelifu emini+Yaye ubusuku bonke ngokukhanya komlilo.+
21 UYehova wahamba phambi kwabo emini ngomqulu welifu ukuba abakhokele endleleni,+ nangomqulu womlilo ebusuku ukuba abakhanyisele ukuze bahambe emini nasebusuku.+
15 Ngomhla wokumiswa komnquba+ ilifu lawugubungela umnquba wentente yeSingqino,+ ngokuhlwa lalisiba njengembonakalo yomlilo+ phezu komnquba kude kuse.
12 Kwaye emini+ wabakhokela ngomqulu welifu, nangomqulu womlilo ebusuku,+ ukuba ibakhanyisele+ indlela abafanele bahambe ngayo.