IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 14:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yandula ingelosi+ kaTHIXO oyinyaniso eyayihamba phambi kweqela lamaSirayeli yaya emva kwalo, wasuka umqulu welifu phambi kwalo, wema emva kwalo.+

  • Numeri 9:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngomhla wokumiswa komnquba+ ilifu lawugubungela umnquba wentente yeSingqino,+ ngokuhlwa lalisiba njengembonakalo yomlilo+ phezu komnquba kude kuse.

  • Duteronomi 1:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 owayehamba phambi kwenu endleleni ukuba anihlolele indawo yokumisa iinkampu zenu,+ ngomlilo ebusuku ukuze anibonise indlela enohamba ngayo nangelifu ngexesha lasemini.+

  • Nehemiya 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwaye emini+ wabakhokela ngomqulu welifu, nangomqulu womlilo ebusuku,+ ukuba ibakhanyisele+ indlela abafanele bahambe ngayo.

  • INdumiso 99:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Waqhubeka ethetha nabo ngomqulu welifu.+

      Bazigcina izikhumbuzo zakhe nommiselo awabanika wona.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share