Eksodus 34:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYehova wadlula phambi kobuso bakhe waza wavakalisa esithi: “UYehova, uYehova, uThixo onenceba+ nobabalo,+ ozeka kade umsindo,+ onobubele bothando obuninzi+ nenyaniso,+ INdumiso 78:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kodwa wayenenceba;+ wayezigubungela iziphoso+ aze angonakalisi.+Izihlandlo ezininzi wayewubuyisa umsindo wakhe,+Yaye wayengawuvuseleli umsindo wakhe. INdumiso 86:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba wena, Yehova, ulungile+ yaye ukulungele ukuxolela;+Buninzi ububele bakho bothando kubo bonke abo babiza kuwe.+ INdumiso 103:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UYehova unenceba nobabalo,+Uzeka kade umsindo yaye unobubele bothando obuninzi.+ Yakobi 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Khangelani! Sibabhengeza njengabanoyolo abo baye banyamezela.+ Nivile ngonyamezelo lukaYobhi,+ nayibona nendlela uYehova awambuyekeza ngayo,+ ngokuba uYehova unomsa omkhulu nenceba.+
6 UYehova wadlula phambi kobuso bakhe waza wavakalisa esithi: “UYehova, uYehova, uThixo onenceba+ nobabalo,+ ozeka kade umsindo,+ onobubele bothando obuninzi+ nenyaniso,+
38 Kodwa wayenenceba;+ wayezigubungela iziphoso+ aze angonakalisi.+Izihlandlo ezininzi wayewubuyisa umsindo wakhe,+Yaye wayengawuvuseleli umsindo wakhe.
5 Kuba wena, Yehova, ulungile+ yaye ukulungele ukuxolela;+Buninzi ububele bakho bothando kubo bonke abo babiza kuwe.+
11 Khangelani! Sibabhengeza njengabanoyolo abo baye banyamezela.+ Nivile ngonyamezelo lukaYobhi,+ nayibona nendlela uYehova awambuyekeza ngayo,+ ngokuba uYehova unomsa omkhulu nenceba.+