-
Nehemiya 9:17INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
17 Ngoko bala ukuphulaphula,+ yaye abazange bazikhumbule+ izenzo zakho ezimangalisayo owazenzayo ngabo, kodwa bayenza lukhuni intamo+ yabo, bamisela intloko+ ukuba babuyele ebukhobokeni eYiputa. Kodwa unguThixo oxolelayo,+ onobabalo+ nonenceba,+ ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi,+ kwaye akuzange ubashiye.+
-
-
Yona 4:2INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
2 Ngenxa yoko wathandaza kuYehova wathi: “Awu, Yehova, ibingengomcimbi wam na lo, ngoxa bendisemhlabeni wakowethu? Kungenxa yoko le nto ndiye ndahamba phambili ndaza ndabaleka ndemka ndaya eTarshishe;+ kuba bendisazi ukuba unguThixo onobabalo nenceba,+ ozeka kade umsindo nonobubele bothando obuninzi,+ nozisolayo ngentlekele.+
-