1 Samuweli 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+ 1 Samuweli 17:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Ngoko uDavide, ngesilingi nelitye, wangqineka omelele kunomFilisti waza wambetha umFilisti wambulala; yaye wayengenakrele esandleni uDavide.+ INdumiso 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Akukho kumkani usindiswayo bubuninzi bomkhosi wamajoni akhe;+Indoda enamandla ayihlangulwa bubuninzi bamandla ayo.+
6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+
50 Ngoko uDavide, ngesilingi nelitye, wangqineka omelele kunomFilisti waza wambetha umFilisti wambulala; yaye wayengenakrele esandleni uDavide.+
16 Akukho kumkani usindiswayo bubuninzi bomkhosi wamajoni akhe;+Indoda enamandla ayihlangulwa bubuninzi bamandla ayo.+